IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 33:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Khawuncede ke, usithabathe isipho sam sentsikelelo esiziswe kuwe,+ ngenxa yokuba uThixo ukholisiwe ndim nangenxa yokuba ndinento yonke.”+ Yaye waqhubeka embongoza, wada wasithabatha.+

  • 2 Kumkani 5:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Wandula ke wabuyela kumntu kaTHIXO oyinyaniso,+ yena nalo lonke iqela lakhe, weza wama phambi kwakhe waza wathi: “Yabona, ndiyazi ngokuqinisekileyo ukuba akukho Thixo naphi na emhlabeni ngaphandle kwakwaSirayeli.+ Ke kaloku, nceda, yamkela isipho esiyintsikelelo+ esivela kumkhonzi wakho.”

  • IMizekeliso 11:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kukho ochithachithayo kodwa abe esanda;+ ukwakho ozinqandayo kokulungileyo, kodwa umphumo kukuswela kuphela.+

  • IMizekeliso 18:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Isipho somntu simvulela indawo enkulu,+ size simkhokele ebusweni babantu abakhulu.+

  • IZenzo 20:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Ndinibonisile ezintweni zonke ukuba nimele nisebenze+ ukuze nincede abo babuthathaka,+ yaye nimele niwakhumbule amazwi eNkosi uYesu, xa yona ngokwayo yathi, ‘Kunoyolo ngakumbi ukupha+ kunokwamkela.’”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share