INdumiso 96:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+ Isaya 43:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+ Isaya 44:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+ Isaya 45:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 NdinguYehova, akakho omnye.+ Ngaphandle kwam akukho Thixo.+ Ndiya kukubhinqisa ngokuqinileyo, nangona ungandazanga, 1 Korinte 8:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+
5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+
10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+
6 “Utsho uYehova, uKumkani kaSirayeli+ noMhlawuleli wakhe,+ uYehova wemikhosi, ukuthi, ‘Ndingowokuqala, ndikwangowokugqibela,+ yaye akukho Thixo ngaphandle kwam.+
5 NdinguYehova, akakho omnye.+ Ngaphandle kwam akukho Thixo.+ Ndiya kukubhinqisa ngokuqinileyo, nangona ungandazanga,
4 Ngokuphathelele ukutyiwa+ kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asinto+ ehlabathini, nokuba akukho Thixo ngaphandle nje komnye.+