IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 2:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yena ke wayedla ngokuthi kubo:+ “Kutheni na nisenza izinto ezinjengezi?+ Kuba zimbi izinto endizivayo ebantwini bonke ngani.+

  • IMizekeliso 19:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Mbethe unyana wakho ngoxa kusekho ithemba;+ uze ungakunqweneli ngomphefumlo wakho ukumbulala.+

  • INtshumayeli 8:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngenxa yokuba isigwebo nxamnye nomsebenzi ombi singaphunyezwa ngokukhawuleza,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izele ngaphakathi kwabo kukwenza okubi.+

  • 1 Timoti 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Bohlwaye+ ekuhleni abantu abaqhelisela isono,+ khon’ ukuze nabanye boyike ukona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share