Numeri 33:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Yaye kothi kanye njengoko ndicinge ukwenza kubo ndenjenjalo nakuni.’”+ Duteronomi 28:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+ ABagwebi 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wamthengisa+ esandleni samaFilisti+ nasesandleni soonyana baka-Amoni.+ ABagwebi 13:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Oonyana bakaSirayeli babandakanyeka ekwenzeni okubi emehlweni kaYehova+ kwakhona, kangangokuba uYehova wabanikela esandleni samaFilisti+ iminyaka engamashumi amane.
48 Wokhonza iintshaba zakho+ ezo aya kuzithumela kuwe uYehova, ulambile,+ unxaniwe, uhamba ze, uswele yonk’ into; abeke idyokhwe yentsimbi entanyeni yakho ade akubhubhise.+
7 Ngoko wavutha umsindo kaYehova nxamnye noSirayeli,+ kangangokuba wamthengisa+ esandleni samaFilisti+ nasesandleni soonyana baka-Amoni.+
13 Oonyana bakaSirayeli babandakanyeka ekwenzeni okubi emehlweni kaYehova+ kwakhona, kangangokuba uYehova wabanikela esandleni samaFilisti+ iminyaka engamashumi amane.