Yoshuwa 11:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Akakho ama-Anakim asalayo kwilizwe loonyana bakaSirayeli. Kuphela asala+ eGaza,+ eGati+ naseAshdode.+ 1 Samuweli 6:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Zizo ke ezi izikhala zegolide ezabuyiswa ngamaFilisti njengomnikelo wetyala kuYehova:+ esaseAshdode+ sasisinye, esaseGaza+ sasisinye, esaseAshkelon+ sasisinye, esaseGati+ sasisinye, esase-Ekron+ sasisinye. IZenzo 8:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kodwa kwafumaniseka ukuba uFilipu useAshdode, yaye wawutyhutyha loo mmandla, waqhubeka ezivakalisa+ iindaba ezilungileyo kuzo zonke izixeko de wafika eKesareya.+
22 Akakho ama-Anakim asalayo kwilizwe loonyana bakaSirayeli. Kuphela asala+ eGaza,+ eGati+ naseAshdode.+
17 Zizo ke ezi izikhala zegolide ezabuyiswa ngamaFilisti njengomnikelo wetyala kuYehova:+ esaseAshdode+ sasisinye, esaseGaza+ sasisinye, esaseAshkelon+ sasisinye, esaseGati+ sasisinye, esase-Ekron+ sasisinye.
40 Kodwa kwafumaniseka ukuba uFilipu useAshdode, yaye wawutyhutyha loo mmandla, waqhubeka ezivakalisa+ iindaba ezilungileyo kuzo zonke izixeko de wafika eKesareya.+