Yoshuwa 13:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 (ukusuka kwisebe lomNayile elingaphambi kweYiputa ukusa kumda wase-Ekron ngasentla,+ yayifudula ibalelwa kumaKanan);+ iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti ezintlanu,+ amaGaza+ nama-Ashdode,+ ama-Ashkelon,+ amaGati+ namaEkron;+ nama-Avi.+ 1 Samuweli 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yoko bayithumela e-Ekron+ ityeya kaTHIXO oyinyaniso. Kwathi ke kamsinya nje yakuba ityeya kaTHIXO oyinyaniso ifike e-Ekron, amaEkron adanduluka, esithi: “Bayijike bayizisa apha kum ityeya kaTHIXO kaSirayeli ukuze ndibulawe mna nabantu bakowethu!”+ 2 Kumkani 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+ Amosi 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndiza kumnqumla ummi eAshdode,+ nophethe intonga yobukhosi eAshkelon;+ yaye ndiza kusibuyisela isandla+ sam kuEkron,+ nabaseleyo bamaFilisti bamele batshabalale,”+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.’
3 (ukusuka kwisebe lomNayile elingaphambi kweYiputa ukusa kumda wase-Ekron ngasentla,+ yayifudula ibalelwa kumaKanan);+ iinkosi ezimanyeneyo zamaFilisti ezintlanu,+ amaGaza+ nama-Ashdode,+ ama-Ashkelon,+ amaGati+ namaEkron;+ nama-Avi.+
10 Ngenxa yoko bayithumela e-Ekron+ ityeya kaTHIXO oyinyaniso. Kwathi ke kamsinya nje yakuba ityeya kaTHIXO oyinyaniso ifike e-Ekron, amaEkron adanduluka, esithi: “Bayijike bayizisa apha kum ityeya kaTHIXO kaSirayeli ukuze ndibulawe mna nabantu bakowethu!”+
2 UAhaziya wawa+ kuthango lwegumbi lakhe eliseluphahleni+ elaliseSamariya waza wagula. Ngoko wathumela abathunywa waza wathi kubo: “Hambani, niye kubuza+ kuBhahali-zebhubhi+ uthixo wase-Ekron+ enoba ndiya kuphila na kwesi sifo.”+
8 Ndiza kumnqumla ummi eAshdode,+ nophethe intonga yobukhosi eAshkelon;+ yaye ndiza kusibuyisela isandla+ sam kuEkron,+ nabaseleyo bamaFilisti bamele batshabalale,”+ itsho iNkosi enguMongami uYehova.’