1 Samuweli 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wona ke amaFilisti, ayithabatha ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso aza ke ayisusa e-Ebhenezere ayizisa eAshdode.+ 2 Kronike 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Waphuma walwa namaFilisti+ watyhoboza udonga lwaseGati+ nodonga lwaseYabhine+ nodonga lwaseAshdode,+ emva koko wakha izixeko kummandla waseAshdode+ naphakathi kwamaFilisti. Yeremiya 25:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 nalo lonke iqela elingumxube, nabo bonke ookumkani belizwe lakwaUtse,+ nabo bonke ookumkani belizwe lamaFilisti+ naseAshkelon+ naseGaza+ nase-Ekron+ nentsalela yaseAshdode;+ Zekariya 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 EAshdode+ okunene kuya kuhlala unyana ongumgqakhwe,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kulinqumla iqhayiya lomFilisti.+ IZenzo 8:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kodwa kwafumaniseka ukuba uFilipu useAshdode, yaye wawutyhutyha loo mmandla, waqhubeka ezivakalisa+ iindaba ezilungileyo kuzo zonke izixeko de wafika eKesareya.+
5 Wona ke amaFilisti, ayithabatha ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso aza ke ayisusa e-Ebhenezere ayizisa eAshdode.+
6 Waphuma walwa namaFilisti+ watyhoboza udonga lwaseGati+ nodonga lwaseYabhine+ nodonga lwaseAshdode,+ emva koko wakha izixeko kummandla waseAshdode+ naphakathi kwamaFilisti.
20 nalo lonke iqela elingumxube, nabo bonke ookumkani belizwe lakwaUtse,+ nabo bonke ookumkani belizwe lamaFilisti+ naseAshkelon+ naseGaza+ nase-Ekron+ nentsalela yaseAshdode;+
6 EAshdode+ okunene kuya kuhlala unyana ongumgqakhwe,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kulinqumla iqhayiya lomFilisti.+
40 Kodwa kwafumaniseka ukuba uFilipu useAshdode, yaye wawutyhutyha loo mmandla, waqhubeka ezivakalisa+ iindaba ezilungileyo kuzo zonke izixeko de wafika eKesareya.+