IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Umda wenyuka waya eDebhiri kwintili yaseAkore+ wajika waya ngasemantla eGiligali,+ engaphambi kokunyuka kweAdumim, engasezantsi kwentlambo; yaye umda wawudlulela kumanzi ase-En-shemeshe,+ kwaye isiphelo sawo sasise-En-rogele.+

  • 1 Samuweli 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko bonke abantu baya eGiligali, baza apho bamenza ukumkani uSawule phambi koYehova eGiligali. Bandula ke benza imibingelelo yobudlelane apho phambi koYehova,+ yaye apho uSawule nawo onke amadoda akwaSirayeli baqhubeka benemihlali ngomlinganiselo omkhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share