IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 1:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo.

  • 2 Kumkani 11:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Wandula wabona, nanko ukumkani emi ecaleni kwentsika+ ngokwesiko, neentloko namaxilongo+ engakukumkani, yaye bonke abantu belizwe benemihlali+ kwaye bevuthela amaxilongo. Ngoko nangoko uAtaliya+ wazikrazula izambatho zakhe waza wakhala esithi: “Liyelenqe! Liyelenqe!”+

  • 1 Kronike 12:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Kwanabo babekufuphi nabo, ukufikelela eIsakare+ nakwaZebhulon+ nakwaNafetali,+ babesizisa ukutya ngamaesile+ nangeenkamela nangeemeyile nangeenkomo, izinto ezidliwayo zomgubo,+ izicumba zamakhiwane+ izicumba zerasintyisi+ newayini+ neoli+ neenkomo+ nezimvu+ ngobuninzi, kuba kwakukho imihlali+ kwaSirayeli.

  • ISityhilelo 19:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndaza ndeva oko kwakungathi lilizwi lesihlwele esikhulu nesandi samanzi amaninzi nesandi seendudumo ezinkulu. Sathi: “Dumisani uYa,+ ngenxa yokuba uYehova uThixo wethu, uSomandla,+ uqalisile ukulawula njengokumkani.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share