IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Wanyula ke uMoses amadoda afanelekileyo kuSirayeli ephela waza wawanika izikhundla zokuba ziintloko phezu kwabantu,+ aba ziintloko zamawaka, iintloko zamakhulu, iintloko zamashumi ngamahlanu neentloko zamashumi.

  • ABagwebi 21:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ngenxa yoko amadoda amakhulu endibano athi: “Siya kwenza ntoni na ngamadoda aseleyo ngokuphathelele abafazi, kuba abafazi babhujisiwe kwaBhenjamin?”

  • 1 Samuweli 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Xa abantu bafikayo enkampini amadoda amakhulu akwaSirayeli athi: “Kutheni ukuze uYehova asoyise namhlanje phambi kwamaFilisti?+ Masiyithabathele kuthi ityeya yomnqophiso kaYehova eseShilo,+ ukuze ibe phakathi kwethu ize ibe nokusisindisa entendeni yeentshaba zethu.”

  • 2 Samuweli 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko onke amadoda amakhulu+ akwaSirayeli eza kukumkani eHebron, waza uKumkani uDavide wenza umnqophiso+ kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli.+

  • 1 Kumkani 20:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ukumkani wakwaSirayeli wabiza amadoda amakhulu elizwe+ wathi: “Khanincede, niphawule, nize nibone ukuba lo ufuna intlekele;+ kuba uthumele kum efuna abafazi bam noonyana bam nesilivere yam negolide yam, yaye andalanga nabo kuye.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share