1 Samuweli 9:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 USamuweli wamphendula ke uSawule wathi: “Ndim imboni. Nyuka phambi kwam uye endaweni ephakamileyo, yaye nimele nidle nam namhlanje,+ ndize ndinindulule kusasa, ibe ndiya kukuxelela konke oko kusentliziyweni yakho.+ 2 Samuweli 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani. 1 Kronike 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bonke abo bakhethwayo njengabagcini-masango ngasembundwini wocango babengamakhulu amabini aneshumi elinesibini. Babebhaliwe+ ngokwemilibo yokuzalwa+ kwabo emizini yabo. Aba bamiselwa nguDavide+ nanguSamuweli imboni+ kwisigxina sabo sentembeko.+ 1 Kronike 29:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ke yona imicimbi kaDavide ukumkani, eyokuqala neyokugqibela, ibhaliwe ngamazwi kaSamuweli imboni+ nangamazwi kaNatan+ umprofeti emazwini kaGadi+ imboni,
19 USamuweli wamphendula ke uSawule wathi: “Ndim imboni. Nyuka phambi kwam uye endaweni ephakamileyo, yaye nimele nidle nam namhlanje,+ ndize ndinindulule kusasa, ibe ndiya kukuxelela konke oko kusentliziyweni yakho.+
27 Waza ukumkani wahlabela mgama wathi kuTsadoki umbingeleli: “Wena uyimboni,+ akunjalo? Buyela esixekweni ngoxolo, kwanoAhimahatse unyana wakho noYonatan+ unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini, kunye nani.
22 Bonke abo bakhethwayo njengabagcini-masango ngasembundwini wocango babengamakhulu amabini aneshumi elinesibini. Babebhaliwe+ ngokwemilibo yokuzalwa+ kwabo emizini yabo. Aba bamiselwa nguDavide+ nanguSamuweli imboni+ kwisigxina sabo sentembeko.+
29 Ke yona imicimbi kaDavide ukumkani, eyokuqala neyokugqibela, ibhaliwe ngamazwi kaSamuweli imboni+ nangamazwi kaNatan+ umprofeti emazwini kaGadi+ imboni,