Genesis 31:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Noko ke, uLabhan wavuka ekuseni, wabanga+ abantwana bakhe neentombi zakhe waza wabasikelela.+ Wandula ke uLabhan wangena endleleni, wabuyela endaweni yakhe.+ Genesis 48:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Aye ke amehlo kaSirayeli enorhatyazo bubudala.+ Wayengasaboni. Wabasondeza ke kuye, waza yena wabanga, wabawola.+ Genesis 50:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Wawa ke uYosefu ebusweni bukayise,+ walila iinyembezi phezu kwakhe waza wamanga.+ 2 Samuweli 19:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke kaloku bayiwela bonke abantu iYordan, nokumkani ngokwakhe wawela; kodwa ukumkani wamanga+ uBharzilayi waza wamsikelela,+ kwathi emva koko wabuyela yena endaweni yakhe.
55 Noko ke, uLabhan wavuka ekuseni, wabanga+ abantwana bakhe neentombi zakhe waza wabasikelela.+ Wandula ke uLabhan wangena endleleni, wabuyela endaweni yakhe.+
10 Aye ke amehlo kaSirayeli enorhatyazo bubudala.+ Wayengasaboni. Wabasondeza ke kuye, waza yena wabanga, wabawola.+
39 Ke kaloku bayiwela bonke abantu iYordan, nokumkani ngokwakhe wawela; kodwa ukumkani wamanga+ uBharzilayi waza wamsikelela,+ kwathi emva koko wabuyela yena endaweni yakhe.