Genesis 31:55 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 55 Noko ke, uLabhan wavuka ekuseni, wabanga+ abantwana bakhe neentombi zakhe waza wabasikelela.+ Wandula ke uLabhan wangena endleleni, wabuyela endaweni yakhe.+ Rute 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Akutsho baphakamisa amazwi abo baza balila ngakumbi, emva koko uOrpa wamanga uninazala. Ke yena uRute, wanamathela kuye.+ 1 Samuweli 20:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Wahamba umlindi. Ke yena uDavide, wesuka kufuphi apho waya ngasemzantsi. Wandula ke wawa ngobuso emhlabeni+ waza waqubuda izihlandlo ezithathu; baqala ukwangana+ nokulilelana, wada uDavide waba utsho kakhulu.+ 1 Kumkani 19:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Wazishiya iinkunzi zeenkomo wabaleka emva kukaEliya waza wathi: “Nceda, undivumele ndiye kwanga ubawo noma.+ Ndiya kwandula ke ndikulandele.” Wathi ke yena kuye: “Hamba, ubuyele; kuba yintoni na endikwenze yona?” IZenzo 20:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Eneneni, balila kakhulu bonke, yaye bawela entanyeni kaPawulos+ baza bamanga,+
55 Noko ke, uLabhan wavuka ekuseni, wabanga+ abantwana bakhe neentombi zakhe waza wabasikelela.+ Wandula ke uLabhan wangena endleleni, wabuyela endaweni yakhe.+
14 Akutsho baphakamisa amazwi abo baza balila ngakumbi, emva koko uOrpa wamanga uninazala. Ke yena uRute, wanamathela kuye.+
41 Wahamba umlindi. Ke yena uDavide, wesuka kufuphi apho waya ngasemzantsi. Wandula ke wawa ngobuso emhlabeni+ waza waqubuda izihlandlo ezithathu; baqala ukwangana+ nokulilelana, wada uDavide waba utsho kakhulu.+
20 Wazishiya iinkunzi zeenkomo wabaleka emva kukaEliya waza wathi: “Nceda, undivumele ndiye kwanga ubawo noma.+ Ndiya kwandula ke ndikulandele.” Wathi ke yena kuye: “Hamba, ubuyele; kuba yintoni na endikwenze yona?”