1 Samuweli 9:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Waphendula ke uSawule waza wathi: “AndingumBhenjamin na wesona sizwe sincinane+ kwezakwaSirayeli,+ nentsapho yakowethu eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin?+ Ngoko kutheni na ukuba uthethe into enjengale kum?”+ IMizekeliso 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kufikile na ukukhukhumala? Ngoko ihlazo liyeza;+ kodwa bunabathozamileyo ubulumko.+ Luka 9:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana uselula egameni lam wamkela nam, yaye nabani na owamkela mna wamkela nalowo wandithumayo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinane+ phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+
21 Waphendula ke uSawule waza wathi: “AndingumBhenjamin na wesona sizwe sincinane+ kwezakwaSirayeli,+ nentsapho yakowethu eyona ingabalulekanga kuzo zonke iintsapho zesizwe sakwaBhenjamin?+ Ngoko kutheni na ukuba uthethe into enjengale kum?”+
48 waza wathi kubo: “Nabani na owamkela lo mntwana uselula egameni lam wamkela nam, yaye nabani na owamkela mna wamkela nalowo wandithumayo.+ Kuba lowo uziphatha njengomncinane+ phakathi kwenu nonke nguye omkhulu.”+