Genesis 35:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Emva koko banduluka, yaye izixeko ezazibajikelezile+ zangenwa lunkwantyo ngoThixo, zaza azabasukela oonyana bakaYakobi. 2 Kronike 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngapha koko, bazixabela zonke izixeko ezijikeleze iGerare, kuba babenkwantya+ kuYehova; yaye baziphanga zonke izixeko, ibe kwaba kuninzi gqitha abakuphangayo kubo.+ 2 Kronike 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye ukunkwantya+ kuYehova kwabakho kubo bonke ubukumkani bamazwe awayemacala onke akwaYuda, abazange balwe nxamnye noYehoshafati.+
5 Emva koko banduluka, yaye izixeko ezazibajikelezile+ zangenwa lunkwantyo ngoThixo, zaza azabasukela oonyana bakaYakobi.
14 Ngapha koko, bazixabela zonke izixeko ezijikeleze iGerare, kuba babenkwantya+ kuYehova; yaye baziphanga zonke izixeko, ibe kwaba kuninzi gqitha abakuphangayo kubo.+
10 Yaye ukunkwantya+ kuYehova kwabakho kubo bonke ubukumkani bamazwe awayemacala onke akwaYuda, abazange balwe nxamnye noYehoshafati.+