Duteronomi 33:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yena waba ngukumkani kaYeshurun,+Zakuba zihlanganisene iintloko zabantu,+Inani lezizwe zakwaSirayeli liphela.+ ABagwebi 8:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa uGidiyon wathi kuwo: “Mna ngokwam andiyi kunilawula, engayi kunilawula nonyana wam.+ UYehova nguye oya kunilawula.”+ 1 Samuweli 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko wathi uYehova kuSamuweli:+ “Liphulaphule ilizwi labantu kuko konke abakutshoyo kuwe;+ kuba ingenguwe abamgatyayo, kodwa bagatye mna ukuba ndingabi ngukumkani+ phezu kwabo. INdumiso 74:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukanti uThixo nguKumkani wam kususela kudala,+NguLowo ubangela usindiso oluzukileyo emhlabeni.+ Isaya 33:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba uYehova nguMgwebi wethu,+ uYehova nguMmisi-mthetho wethu,+ uYehova nguKumkani wethu;+ yena uya kusisindisa.+
5 Yena waba ngukumkani kaYeshurun,+Zakuba zihlanganisene iintloko zabantu,+Inani lezizwe zakwaSirayeli liphela.+
23 Kodwa uGidiyon wathi kuwo: “Mna ngokwam andiyi kunilawula, engayi kunilawula nonyana wam.+ UYehova nguye oya kunilawula.”+
7 Ngoko wathi uYehova kuSamuweli:+ “Liphulaphule ilizwi labantu kuko konke abakutshoyo kuwe;+ kuba ingenguwe abamgatyayo, kodwa bagatye mna ukuba ndingabi ngukumkani+ phezu kwabo.
22 Kuba uYehova nguMgwebi wethu,+ uYehova nguMmisi-mthetho wethu,+ uYehova nguKumkani wethu;+ yena uya kusisindisa.+