1 Samuweli 17:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Nalo lonke eli bandla liya kwazi ukuba akungakrele nangamkhonto ukusindisa kukaYehova,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye umele aninikele esandleni sethu.”+ INdumiso 44:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba wasisindisa kwiintshaba zethu,+Nabo basithiye kakhulu wabahlazisa.+ Isaya 10:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokwamandla esandla sam,+ nangobulumko bam, kuba ndinokuqonda; yaye ndiya kuyishenxisa imida yezizwana,+ nengqwebo yazo ngokuqinisekileyo ndiya kuyiphanga,+ ndibehlise abemi kanye njengalowo unamandla.+ 1 Korinte 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ukuze kungabikho nyama iqhayisayo+ emehlweni kaThixo. 2 Korinte 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kambe ke, obu buncwane+ sibuphethe ngezitya+ zodongwe,+ ukuze amandla+ angaphaya koko kuqhelekileyo abe ngakaThixo,+ angabi ngawethu.+
47 Nalo lonke eli bandla liya kwazi ukuba akungakrele nangamkhonto ukusindisa kukaYehova,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye umele aninikele esandleni sethu.”+
13 Kuba uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokwamandla esandla sam,+ nangobulumko bam, kuba ndinokuqonda; yaye ndiya kuyishenxisa imida yezizwana,+ nengqwebo yazo ngokuqinisekileyo ndiya kuyiphanga,+ ndibehlise abemi kanye njengalowo unamandla.+
7 Kambe ke, obu buncwane+ sibuphethe ngezitya+ zodongwe,+ ukuze amandla+ angaphaya koko kuqhelekileyo abe ngakaThixo,+ angabi ngawethu.+