Eksodus 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yonke iNtaba yeSinayi yaqhuma,+ kuba uYehova wehlela phezu kwayo esemlilweni;+ yaye umsi wayo wanyuka njengomsi weziko,+ yanyikima kakhulu intaba iphela.+ Nahum 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Iintaba zinyikimile ngenxa yakhe, neenduli ziyanyibilika.+ Yaye umhlaba uya kufukuka ngenxa yobuso bakhe; nelizwe elinemveliso, nabo bonke abahlala kulo.+ Mateyu 27:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Kwaye, khangela! ikhuselo+ lengcwele lakrazuka kubini, ukusuka phezulu ukusa ezantsi,+ wanyikima umhlaba, nolwalwa lwahlukana.+ IZenzo 16:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngequbuliso kwabakho inyikima enkulu yomhlaba, kangangokuba iziseko zentolongo zagungqiswa. Ngaphezu koko, zonke iingcango zavuleka ngephanyazo, yaye imixokelelwane yabo bonke yakhululeka.+
18 Yonke iNtaba yeSinayi yaqhuma,+ kuba uYehova wehlela phezu kwayo esemlilweni;+ yaye umsi wayo wanyuka njengomsi weziko,+ yanyikima kakhulu intaba iphela.+
5 Iintaba zinyikimile ngenxa yakhe, neenduli ziyanyibilika.+ Yaye umhlaba uya kufukuka ngenxa yobuso bakhe; nelizwe elinemveliso, nabo bonke abahlala kulo.+
51 Kwaye, khangela! ikhuselo+ lengcwele lakrazuka kubini, ukusuka phezulu ukusa ezantsi,+ wanyikima umhlaba, nolwalwa lwahlukana.+
26 Ngequbuliso kwabakho inyikima enkulu yomhlaba, kangangokuba iziseko zentolongo zagungqiswa. Ngaphezu koko, zonke iingcango zavuleka ngephanyazo, yaye imixokelelwane yabo bonke yakhululeka.+