IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 35:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Wathi ke uYakobi kwindlu yakhe nakubo bonke ababenaye: “Balahleni oothixo basemzini abaphakathi kwenu,+ nize nizihlambulule, nitshintshe neengubo zenu zokwaleka,+

  • Eksodus 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uze ungabi nathixo bambi+ ngokuchasene nam.

  • Eksodus 34:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 kuba hleze wenze umnqophiso nabemi belo zwe, njengoko ngokuqinisekileyo beya kuba neentlobano zokuziphatha okubi kunye noothixo babo,+ babingelele kwabo thixo babo,+ aze othile kubo akumeme ngokuqinisekileyo, uze uwudle ngokuqinisekileyo omnye wombingelelo wakhe.+

  • Hezekile 20:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 “Ngoko ke yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ngaba nizenza iinqambi na ngendlela yookhokho benu,+ nilandela izinto zabo ezilizothe ngeentlobano zokuziphatha okubi?+

  • 1 Korinte 8:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ke kaloku ngokuphathelele ukutya okunikelwe kwizithixo:+ siyazi ukuba sonke sinolwazi.+ Ulwazi luyakhukhumalisa, kodwa uthando luyakha.+

  • 1 Korinte 10:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko ke, zintanda zam, sabani+ kulo unqulo-zithixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share