IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 15:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ekugqibeleni uSamuweli wafika kuSawule, waza uSawule wathi kuye: “Mawusikelelwe+ wena nguYehova. Ndiliphumezile ilizwi likaYehova.”+

  • INdumiso 36:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Kuba wenze ngokugudileyo kakhulu emehlweni akhe+

      Ukuze afumane isiphoso sakhe ukuze asithiye.+

  • IMizekeliso 21:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Zonke iindlela zendoda zithe tye emehlweni ayo,+ kodwa uYehova ucikida iintliziyo.+

  • IMizekeliso 30:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kukho isizukulwana esisulungekileyo emehlweni aso+ kodwa esingahlanjwanga kwilindle laso.+

  • Yeremiya 17:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Intliziyo inenkohliso kunayo nantoni na yaye iyatyhudisa.+ Ngubani na onokuyazi?

  • Luka 18:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 UmFarisi wema+ waza waqalisa ukuthandaza+ ezi zinto kuye ngokwakhe esithi, ‘Owu Thixo, ndiyabulela kuwe kuba ndingekho njengabanye abantu, abaphangi, abangemalungisa, abakrexezi, okanye kwanalo mqokeleli werhafu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share