1 Samuweli 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Musani ukuthetha kakhulu ngekratshi,Makungaphumi nto emlonyeni wenu ingathintelwa,+Kuba uYehova unguThixo wolwazi,+Yaye nguye othelekelela izenzo ngokufanelekileyo.+ 1 Samuweli 16:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa uYehova wathi kuSamuweli: “Musa ukukhangela imbonakalo yakhe nokuphakama kwesithomo sakhe,+ kuba ndimgatyile. Kuba indlela abona ngayo umntu [asiyondlela abona ngayo uThixo],+ ngenxa yokuba umntu nje ubona okubonakalayo emehlweni;+ kodwa uYehova yena, ubona oko ikuko intliziyo.”+ IMizekeliso 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+ Luka 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngoko wathi kubo: “Nina nizivakalisa ningamalungisa phambi kwabantu,+ kodwa uThixo uyazazi iintliziyo zenu;+ kuba oko kuphakamileyo phakathi kwabantu kulizothe emehlweni kaThixo.+
3 Musani ukuthetha kakhulu ngekratshi,Makungaphumi nto emlonyeni wenu ingathintelwa,+Kuba uYehova unguThixo wolwazi,+Yaye nguye othelekelela izenzo ngokufanelekileyo.+
7 Kodwa uYehova wathi kuSamuweli: “Musa ukukhangela imbonakalo yakhe nokuphakama kwesithomo sakhe,+ kuba ndimgatyile. Kuba indlela abona ngayo umntu [asiyondlela abona ngayo uThixo],+ ngenxa yokuba umntu nje ubona okubonakalayo emehlweni;+ kodwa uYehova yena, ubona oko ikuko intliziyo.”+
12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+
15 Ngoko wathi kubo: “Nina nizivakalisa ningamalungisa phambi kwabantu,+ kodwa uThixo uyazazi iintliziyo zenu;+ kuba oko kuphakamileyo phakathi kwabantu kulizothe emehlweni kaThixo.+