Duteronomi 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+ 1 Samuweli 11:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kwathi ke ngemini elandelayo uSawule+ wabamisa abantu bangamabutho amathathu;+ yaye baya phakathi kwenkampu ebudeni bomlindo wakusasa+ baza bawaxabela ama-Amoni+ yada yashushu imini. Abaseleyo, babachitha-chitha akwasala bantu babini ndawonye phakathi kwabo.+
19 yaye umele usondele phambi koonyana baka-Amoni. Uze ungabakhathazi okanye ubambane nabo, kuba andiyi kukunika naliphi na ilizwe loonyana baka-Amoni ukuba ume kulo, ngokuba ndilinike oonyana bakaLote ukuba limiwe ngabo.+
11 Kwathi ke ngemini elandelayo uSawule+ wabamisa abantu bangamabutho amathathu;+ yaye baya phakathi kwenkampu ebudeni bomlindo wakusasa+ baza bawaxabela ama-Amoni+ yada yashushu imini. Abaseleyo, babachitha-chitha akwasala bantu babini ndawonye phakathi kwabo.+