Isaya 54:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 54 “Memelela ngovuyo, wena mfazi uludlolo olungazaliyo!+ Chwayita umemelele ngovuyo uze udanduluke kabukhali,+ wena ungazange ube nenimba,+ kuba baninzi oonyana bophanzileyo kunoonyana bomfazi onendoda,”+ utsho uYehova. Galati 4:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba kubhaliwe kwathiwa: “Chulumanca, mfazindini oludlolo ongazaliyo; gqabhuka uze udanduluke kakhulu, wena mfazi ungenanimba; kuba baninzi ngakumbi abantwana bomfazi ongenabani kunabo balowo unendoda.”+
54 “Memelela ngovuyo, wena mfazi uludlolo olungazaliyo!+ Chwayita umemelele ngovuyo uze udanduluke kabukhali,+ wena ungazange ube nenimba,+ kuba baninzi oonyana bophanzileyo kunoonyana bomfazi onendoda,”+ utsho uYehova.
27 Kuba kubhaliwe kwathiwa: “Chulumanca, mfazindini oludlolo ongazaliyo; gqabhuka uze udanduluke kakhulu, wena mfazi ungenanimba; kuba baninzi ngakumbi abantwana bomfazi ongenabani kunabo balowo unendoda.”+