IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 6:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Waza uYehova wazisola+ ngokuba ebenzile abantu emhlabeni, kwaye yaba buhlungu intliziyo yakhe.+

  • 1 Samuweli 15:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kodwa uSamuweli wathi kuSawule: “Andiyi kubuya nawe, kuba uligatyile ilizwi likaYehova, noYehova uyakugatya ekubeni uqhubeke ungukumkani kaSirayeli.”+

  • 1 Samuweli 15:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 USamuweli akazange ambone kwakhona uSawule kwada kwayimini yokufa kwakhe, ngenxa yokuba uSamuweli wazila+ ngenxa kaSawule. Yena ke uYehova, wazisola ngokwenza uSawule ukumkani kwaSirayeli.+

  • Yeremiya 18:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 luze okunene olo hlanga lubuye ebubini balo endithethe nxamnye nabo,+ nam ndiza kuzisola ngenxa yentlekele endicinge ukuyiphumeza kulo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share