1 Kumkani 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ekuhambeni kwexesha uAdoniya unyana kaHagiti weza kuBhatshebha,+ unina kaSolomon. Yena wathi: “Ngaba uza ngoxolo?”+ wathi: “Ngoxolo.” 2 Kumkani 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwathi kamsinya nje uYehoram akumbona uYehu, ngoko nangoko wathi: “Luxolo na, Yehu?” Kodwa yena wathi: “Lungakho njani uxolo+ lo gama kusekho uhenyuzo lukaIzebhele+ unyoko nokukhafula kwakhe okuninzi?”+
13 Ekuhambeni kwexesha uAdoniya unyana kaHagiti weza kuBhatshebha,+ unina kaSolomon. Yena wathi: “Ngaba uza ngoxolo?”+ wathi: “Ngoxolo.”
22 Kwathi kamsinya nje uYehoram akumbona uYehu, ngoko nangoko wathi: “Luxolo na, Yehu?” Kodwa yena wathi: “Lungakho njani uxolo+ lo gama kusekho uhenyuzo lukaIzebhele+ unyoko nokukhafula kwakhe okuninzi?”+