IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 16:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Waza uSamuweli wakwenza oko uYehova akuthethileyo. Wathi akufika eBhetelehem+ amadoda amakhulu esixeko angcangcazela+ akuhlangana naye, aza ke athi: “Ukuza kwakho kuthetha uxolo na?”+

  • 1 Kronike 12:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Waphuma uDavide waya kubo waza wabaphendula wathi: “Ukuba niza kum ninoxolo+ ukuza kundinceda, intliziyo yam iya kumanyana nani.+ Kodwa ukuba nize kundingcatsha kwiintshaba zam kungekho bubi kwintende yam,+ makakubone oko uTHIXO+ wookhokho bethu aze akulungise.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share