IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Nali ilizwe elisaseleyo:+ yonke imimandla yamaFilisti+ neyamaGeshure onke+

  • ABagwebi 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ke kaloku ezi ziintlanga+ uYehova awaziyeka zahlala ukuze avavanye+ uSirayeli ngazo, oko kukuthi, bonke abo bangazange babe namava eemfazwe zakwaKanan;+

  • ABagwebi 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Iinkosi ezintlanu ezimanyeneyo+ zamaFilisti,+ nawo onke amaKanan,+ kwanamaSidon+ namaHivi+ awayehlala kwiNtaba yeLebhanon+ ukusuka kwiNtaba yeBhahali-hermon+ ukuya kufikelela ekungeneni eHamati.+

  • 1 Samuweli 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Ngomso malunga neli xesha ndiya kuthumela kuwe indoda esuka kwilizwe lakwaBhenjamin,+ uze ke uyithambise+ ibe yinkokeli yabantu bam uSirayeli; kwaye yona imele ibasindise abantu bam esandleni samaFilisti,+ ngenxa yokuba ndiyibonile inkxwaleko yabantu bam, kuba isikhalo sabo sifikile kum.+

  • 1 Samuweli 14:52
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 52 Nemfazwe ke yaqhubeka inzima nxamnye namaFilisti yonke imihla kaSawule.+ Xa uSawule ebone nayiphi na indoda enamandla okanye nawuphi na umntu olikroti, ubeyihlanganisela kuye.+

  • Amosi 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “‘Aninjengoonyana bamaKushe na kum, nina nyana bakaSirayeli?’ utsho uYehova. ‘Andizange ndimnyuse na uSirayeli kwilizwe laseYiputa,+ namaFilisti+ eKrete, neSiriya eKire?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share