IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 15:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye uKalebhi wathi: “Nabani na obetha iKiriyati-sefere aze ayithimbe, ngokuqinisekileyo ndiya kumnika uAkesa+ intombi yam abe ngumfazi wakhe.”

  • 1 Samuweli 14:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Oonyana bakaSawule ke yayinguYonatan+ noIshvi noMaleki-shuwa,+ ke wona amagama eentombi zakhe ezimbini, igama laleyo yazalwa kuqala lalinguMerabhi+ negama lencinane linguMikali.+

  • 1 Samuweli 18:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ekugqibeleni uSawule wathi kuDavide: “Nantsi intombi yam enkulu uMerabhi.+ Ndiya kukunika yena njengomfazi.+ Kuphela nje zingqine kum ungumntu olikroti uze ulwe iimfazwe zikaYehova.”+ Kodwa ke yena uSawule, wazixelela oku: “Mayingabi sisandla sam esiba phezu kwakhe, kodwa isandla samaFilisti masibe phezu kwakhe.”+

  • 1 Samuweli 18:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoko uSawule wathi: “Ndiya kumnikezela kuye ukuze abe ngumgibe kuye,+ nokuze isandla samaFilisti sibe phezu kwakhe.” Ngako oko uSawule wathi kuDavide: “Ngomnye waba bafazi babini uya kwendiselana kunye nam namhlanje.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share