IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 18:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Wathi uSawule: “Niya kuthi ke nina kuDavide, ‘Ukumkani uyoliswa, kungekhona likhazi,+ kodwa ngamajwabi alikhulu+ amaFilisti, ukuze aziphindezelele+ ezintshabeni zokumkani.’” Kodwa uSawule ke yena, wayecebe ukuba uDavide awe ngesandla samaFilisti.

  • 2 Samuweli 11:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko wabhala encwadini, esithi:+ “Mbekeni u-Uriya ngaphambili kolona lunzima uhlaselo edabini,+ nize ke nibuy’ umva emva kwakhe, aze ke yena axatyelwe afe.”+

  • 2 Samuweli 12:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kutheni na ukuze ulidelele ilizwi likaYehova ngokwenza okubi+ emehlweni akhe? U-Uriya umHiti umxabele ngekrele,+ nomfazi wakhe umthabathile njengomfazi wakho,+ ibe yena umbulele ngekrele loonyana baka-Amoni.

  • INdumiso 7:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Inkathazo yakhe iya kubuyela entlokweni yakhe,+

      Yaye ugonyamelo lwakhe luya kuhlela phezu kokakayi lwentloko yakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share