1 Samuweli 25:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Nceda, ukuxolele ukunxaxha kwekhobokazana lakho,+ ngenxa yokuba nakanjani na uYehova uya kuyenzela inkosi yam indlu ehlala ihleli,+ ngenxa yokuba inkosi yam ilwa iimfazwe zikaYehova;+ ububi ke bona, abuyi kufunyanwa kuwe imihla yakho yonke.+
28 Nceda, ukuxolele ukunxaxha kwekhobokazana lakho,+ ngenxa yokuba nakanjani na uYehova uya kuyenzela inkosi yam indlu ehlala ihleli,+ ngenxa yokuba inkosi yam ilwa iimfazwe zikaYehova;+ ububi ke bona, abuyi kufunyanwa kuwe imihla yakho yonke.+