IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 10:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Emva koko bathi abakhonzi bakaFaro kuye: “Koda kube nini na lo mntu enjengomgibe kuthi?+ Bandulule aba bantu baye kukhonza uYehova uThixo wabo. Akukazi nangoku na ukuba iYiputa sel’ itshabalele?”+

  • 1 Samuweli 18:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ekugqibeleni uSawule wathi kuDavide: “Nantsi intombi yam enkulu uMerabhi.+ Ndiya kukunika yena njengomfazi.+ Kuphela nje zingqine kum ungumntu olikroti uze ulwe iimfazwe zikaYehova.”+ Kodwa ke yena uSawule, wazixelela oku: “Mayingabi sisandla sam esiba phezu kwakhe, kodwa isandla samaFilisti masibe phezu kwakhe.”+

  • INdumiso 7:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Khangela! Kukho lowo umithi okwenzakalisayo,+

      Yaye ukhawule inkathazo kwaye umele azale ubuxoki.+

  • INdumiso 38:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kodwa abo bafuna umphefumlo wam bandibekele izibatha,+

      Abo basebenzela ukundenzela intlekele bathethe ngamashwangusha,+

      Baqhubeka bedumzela inkohliso imini yonke.+

  • IMizekeliso 26:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Ngemilebe yakhe othiyayo uzenza angaqondakali, kodwa ngaphakathi ubeka inkohliso.+

  • Yeremiya 9:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ulwimi lwabo lutolo olubulala ngogonyamelo.+ Luthethe inkohliso. Ngomlomo wakhe, umntu uthetha uxolo neqabane lakhe; kodwa ngaphakathi kuye umlalele.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share