IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 50:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 Ubiza emazulwini phezulu nasemhlabeni+

      Ukuze aphumeze umgwebo kubantu bakhe:+

  • INdumiso 96:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+

      Kuba uze kuwugweba umhlaba.+

      Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+

      Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+

  • IZenzo 17:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share