Eksodus 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+ 1 Samuweli 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wabaphendula ke uNabhali abakhonzi bakaDavide waza wathi: “Ngubani na uDavide,+ engubani na unyana kaYese? Kule mihla baye baba baninzi abakhonzi abaqhawulayo, ngamnye esuka phambi kwenkosi yakhe.+
2 Kodwa wathi uFaro: “Ngubani na uYehova,+ ukuba ndingade ndithobele ilizwi lakhe lokuba ndimndulule uSirayeli?+ Andimazi konke konke uYehova+ yaye, ngaphezu koko, andiyi kumndulula uSirayeli.”+
10 Wabaphendula ke uNabhali abakhonzi bakaDavide waza wathi: “Ngubani na uDavide,+ engubani na unyana kaYese? Kule mihla baye baba baninzi abakhonzi abaqhawulayo, ngamnye esuka phambi kwenkosi yakhe.+