1 Samuweli 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke yena uYonatan, unyana kaSawule, wayeyoliswa kakhulu nguDavide.+ Ngoko uYonatan wamxelela uDavide, esithi: “USawule ubawo ufuna ukukubulalisa. Uze ke ukhe uzilinde, nceda, kusasa, yaye umele uhlale emfihlekweni uze uzifihle.+ 1 Samuweli 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko uYonatan wafunga kwakhona kuDavide ngenxa yothando lwakhe ngaye; kuba wamthanda njengokuthanda kwakhe umphefumlo wakhe.+ 1 Samuweli 20:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Wahamba umlindi. Ke yena uDavide, wesuka kufuphi apho waya ngasemzantsi. Wandula ke wawa ngobuso emhlabeni+ waza waqubuda izihlandlo ezithathu; baqala ukwangana+ nokulilelana, wada uDavide waba utsho kakhulu.+ 2 Samuweli 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndibandezelekile ngenxa yakho, mntakwethu Yonatan,Ubuthandeka kakhulu kum.+Uthando lwakho belumangalisa ngakumbi kum kunothando lwabafazi.+
2 Ke yena uYonatan, unyana kaSawule, wayeyoliswa kakhulu nguDavide.+ Ngoko uYonatan wamxelela uDavide, esithi: “USawule ubawo ufuna ukukubulalisa. Uze ke ukhe uzilinde, nceda, kusasa, yaye umele uhlale emfihlekweni uze uzifihle.+
17 Ngoko uYonatan wafunga kwakhona kuDavide ngenxa yothando lwakhe ngaye; kuba wamthanda njengokuthanda kwakhe umphefumlo wakhe.+
41 Wahamba umlindi. Ke yena uDavide, wesuka kufuphi apho waya ngasemzantsi. Wandula ke wawa ngobuso emhlabeni+ waza waqubuda izihlandlo ezithathu; baqala ukwangana+ nokulilelana, wada uDavide waba utsho kakhulu.+
26 Ndibandezelekile ngenxa yakho, mntakwethu Yonatan,Ubuthandeka kakhulu kum.+Uthando lwakho belumangalisa ngakumbi kum kunothando lwabafazi.+