1 Samuweli 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwathi ke, kamsinya nje akugqiba ukuthetha kuSawule, wona kanye umphefumlo kaYonatan+ wabophana+ nomphefumlo kaDavide, waza uYonatan wamthanda njengomphefumlo wakhe.+ IMizekeliso 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wambi amaqabane ayonakalisana,+ kodwa kukho umhlobo onamathela ngokusondele ngakumbi kunomntakwenu.+
18 Kwathi ke, kamsinya nje akugqiba ukuthetha kuSawule, wona kanye umphefumlo kaYonatan+ wabophana+ nomphefumlo kaDavide, waza uYonatan wamthanda njengomphefumlo wakhe.+
24 Wambi amaqabane ayonakalisana,+ kodwa kukho umhlobo onamathela ngokusondele ngakumbi kunomntakwenu.+