Rute 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.” 1 Samuweli 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Waza uYonatan noDavide benza umnqophiso,+ ngenxa yokumthanda kwakhe njengomphefumlo wakhe.+ 1 Samuweli 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ke yena uYonatan, unyana kaSawule, wayeyoliswa kakhulu nguDavide.+ Ngoko uYonatan wamxelela uDavide, esithi: “USawule ubawo ufuna ukukubulalisa. Uze ke ukhe uzilinde, nceda, kusasa, yaye umele uhlale emfihlekweni uze uzifihle.+ 1 Samuweli 20:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko uYonatan wafunga kwakhona kuDavide ngenxa yothando lwakhe ngaye; kuba wamthanda njengokuthanda kwakhe umphefumlo wakhe.+ 1 Samuweli 20:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Wahamba umlindi. Ke yena uDavide, wesuka kufuphi apho waya ngasemzantsi. Wandula ke wawa ngobuso emhlabeni+ waza waqubuda izihlandlo ezithathu; baqala ukwangana+ nokulilelana, wada uDavide waba utsho kakhulu.+ 1 Samuweli 23:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ke kaloku wesuka uYonatan unyana kaSawule waza waya kuDavide eHoreshi, ukuze asomeleze+ isandla sakhe ngokubhekisele kuThixo.+ IMizekeliso 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+ IMizekeliso 18:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wambi amaqabane ayonakalisana,+ kodwa kukho umhlobo onamathela ngokusondele ngakumbi kunomntakwenu.+
17 Apho ufela khona ndiya kufela khona,+ ndingcwatyelwe khona. Wanga uYehova angenjenjalo kum aze ongeze+ kuko ukuba kungabikho nantoni na enokusahlula ngaphandle kokufa.”
2 Ke yena uYonatan, unyana kaSawule, wayeyoliswa kakhulu nguDavide.+ Ngoko uYonatan wamxelela uDavide, esithi: “USawule ubawo ufuna ukukubulalisa. Uze ke ukhe uzilinde, nceda, kusasa, yaye umele uhlale emfihlekweni uze uzifihle.+
17 Ngoko uYonatan wafunga kwakhona kuDavide ngenxa yothando lwakhe ngaye; kuba wamthanda njengokuthanda kwakhe umphefumlo wakhe.+
41 Wahamba umlindi. Ke yena uDavide, wesuka kufuphi apho waya ngasemzantsi. Wandula ke wawa ngobuso emhlabeni+ waza waqubuda izihlandlo ezithathu; baqala ukwangana+ nokulilelana, wada uDavide waba utsho kakhulu.+
16 Ke kaloku wesuka uYonatan unyana kaSawule waza waya kuDavide eHoreshi, ukuze asomeleze+ isandla sakhe ngokubhekisele kuThixo.+
17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+
24 Wambi amaqabane ayonakalisana,+ kodwa kukho umhlobo onamathela ngokusondele ngakumbi kunomntakwenu.+