IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 39:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kodwa uYehova waba noYosefu, waba yindoda enempumelelo+ waza wavelela endlwini yenkosi yakhe, engumYiputa.

  • Yoshuwa 6:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngoko uYehova waba noYoshuwa,+ yaye udumo lwakhe lwaba semhlabeni wonke.+

  • 1 Samuweli 10:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kumele kuthi ke xa le miqondiso+ ifika kuwe, wena wenze oko kusemandleni akho,+ ngenxa yokuba uTHIXO oyinyaniso unawe.+

  • 1 Samuweli 16:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Omnye ke kubalindi waphendula waza wathi: “Khangela! Ndiyibonile indlela unyana kaYese waseBhetelehem anobuchule ngayo ekudlaleni,+ yaye uyindoda elikroti,+ enamandla nendoda yemfazwe+ nesithethi esinengqiqo+ nendoda emile kakuhle,+ yaye uYehova unaye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share