1 Samuweli 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwathi ke ngamini ithile uYonatan+ unyana kaSawule wathi kumlindi owayethwele izixhobo zakhe: “Yiza siwelele enkampini yamaFilisti angaphesheya phaya.” Kodwa akazange amxelele uyise oko.+ 1 Samuweli 14:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Oonyana bakaSawule ke yayinguYonatan+ noIshvi noMaleki-shuwa,+ ke wona amagama eentombi zakhe ezimbini, igama laleyo yazalwa kuqala lalinguMerabhi+ negama lencinane linguMikali.+ 2 Samuweli 1:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuyo: “Kube njani? Khawuncede undixelele.” Yathi yona: “Abantu basabile edabini nabaninzi ebantwini bawile kangangokuba bafile,+ kwanoSawule+ noYonatan+ unyana wakhe bafile.”
14 Kwathi ke ngamini ithile uYonatan+ unyana kaSawule wathi kumlindi owayethwele izixhobo zakhe: “Yiza siwelele enkampini yamaFilisti angaphesheya phaya.” Kodwa akazange amxelele uyise oko.+
49 Oonyana bakaSawule ke yayinguYonatan+ noIshvi noMaleki-shuwa,+ ke wona amagama eentombi zakhe ezimbini, igama laleyo yazalwa kuqala lalinguMerabhi+ negama lencinane linguMikali.+
4 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuyo: “Kube njani? Khawuncede undixelele.” Yathi yona: “Abantu basabile edabini nabaninzi ebantwini bawile kangangokuba bafile,+ kwanoSawule+ noYonatan+ unyana wakhe bafile.”