2 Samuweli 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wandula ke wathi ukumkani kuTsibha: “Khangela! Yonk’ into kaMefibhoshete yeyakho.”+ Kuko oko uTsibha wathi: “Ndiyaqubuda.+ Mandikholeke emehlweni akho, nkosi yam kumkani.” IMizekeliso 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Othetha kuqala kwelakhe ityala ulilungisa;+ yaye idlelane lakhe ngokuqinisekeliyo lifika limgocagoce.+ IMizekeliso 29:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ukumkani ulimisa ngokusesikweni ilizwe,+ kodwa umntu owamkela isinyobo uyalichitha.+
4 Wandula ke wathi ukumkani kuTsibha: “Khangela! Yonk’ into kaMefibhoshete yeyakho.”+ Kuko oko uTsibha wathi: “Ndiyaqubuda.+ Mandikholeke emehlweni akho, nkosi yam kumkani.”
17 Othetha kuqala kwelakhe ityala ulilungisa;+ yaye idlelane lakhe ngokuqinisekeliyo lifika limgocagoce.+