Ezra 2:65 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 ngaphandle kwamakhoboka abo namakhobokazana abo, aba babengamawaka asixhenxe anamakhulu mathathu anamashumi mathathu anesixhenxe; kwaye babeneemvumi+ neemvumikazi ezingamakhulu amabini. Nehemiya 7:67 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 67 ngaphandle kwamakhoboka+ abo namakhobokazana abo, aba bengamawaka asixhenxe anamakhulu mathathu anesixhenxe;+ kwaye babeneemvumi+ neemvumikazi+ ezingamakhulu amabini anamashumi mane anesihlanu. [ INtshumayeli 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndaziqwebela isilivere negolide,+ nempahla enqabileyo yookumkani namaphondo.+ Ndazenzela iimvumi neemvumikazi+ noyolo olugqibeleleyo+ loonyana boluntu, inenekazi kwanamanenekazi.+
65 ngaphandle kwamakhoboka abo namakhobokazana abo, aba babengamawaka asixhenxe anamakhulu mathathu anamashumi mathathu anesixhenxe; kwaye babeneemvumi+ neemvumikazi ezingamakhulu amabini.
67 ngaphandle kwamakhoboka+ abo namakhobokazana abo, aba bengamawaka asixhenxe anamakhulu mathathu anesixhenxe;+ kwaye babeneemvumi+ neemvumikazi+ ezingamakhulu amabini anamashumi mane anesihlanu. [
8 Ndaziqwebela isilivere negolide,+ nempahla enqabileyo yookumkani namaphondo.+ Ndazenzela iimvumi neemvumikazi+ noyolo olugqibeleleyo+ loonyana boluntu, inenekazi kwanamanenekazi.+