IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngelo xesha uHiram wathumela kukumkani ikhulu elinamashumi amabini leetalente zegolide.+

  • 1 Kumkani 9:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Yaye baya eOfire+ baza apho bathabatha iitalente zegolide+ ezingamakhulu amane anamashumi amabini bazizisa kuKumkani uSolomon.

  • 1 Kumkani 10:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wandula ke wanika+ ukumkani ikhulu elinamashumi amabini eetalente zegolide+ neoli yebhalsam+ eninzi kakhulu namatye axabisekileyo. Akuzange kuphinde kuziswe ioli yebhasalm eninzi kangako njengaleyo ukumkanikazi waseShebha wayinika uKumkani uSolomon.

  • 2 Kronike 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kwaye ukumkani wenza isilivere negolide eYerusalem njengamatye;+ wenza nomsedare omninzi njengemithi yesikamore+ eseShefela.+

  • 2 Kronike 9:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ubunzima begolide eyeza kuSolomon ngonyaka omnye baba ngamakhulu amathandathu anamashumi mathandathu anesithandathu eetalente zegolide,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share