IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Rute 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye uRute wathi: “Musa ukundibongoza ukuba ndikushiye, ndijike ekukuphelekeni; kuba apho uya khona ndiya kuya, nalapho uchitha ubusuku khona ndiya kuchitha ubusuku.+ Abantu bakowenu baya kuba ngabantu basekhaya,+ noThixo wakho abe nguThixo wam.+

  • IMizekeliso 17:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Iqabane lokwenyaniso lithanda ngamaxesha onke,+ yaye lingumzalwana ozalelwe ixesha lokubandezeleka.+

  • IMizekeliso 18:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Wambi amaqabane ayonakalisana,+ kodwa kukho umhlobo onamathela ngokusondele ngakumbi kunomntakwenu.+

  • Hebhere 10:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Ke thina asingabahlehla baye entshabalalweni,+ kodwa siluhlobo olunokholo olugcina umphefumlo uphila.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share