IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 16:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 “Thetha kwindibano, uthi, ‘Sukani ngokupheleleyo eminqubeni kaKora, noDatan noAbhiram!’”+

  • Yoshuwa 7:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Sukuma! Bangcwalise abantu,+ yaye umele uthi, ‘Nize nizingcwalise ngomso, kuba uYehova uTHIXO kaSirayeli uthe: “Into enikelwe kwintshabalalo iphakathi kwakho, Sirayeli.+ Aniyi kukwazi ukumelana neentshaba zenu de niyisuse phakathi kwenu into enikelwe kwintshabalalo.

  • IMizekeliso 17:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Onemvukelo ufuna ububi kuphela,+ ngoko ke uthunyelelwa umthunywa okhohlakeleyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share