9 UHarbhona,+ omnye wamagosa enkundla+ kakumkani, wathi: “Kukho isibonda+ uHaman asenzele uMordekayi, lowo wathetha okulungileyo ngokumkani,+ simi endlwini kaHaman—singamashumi amahlanu eekubhite ukuphakama.” Wathi ukumkani: “Madoda, mxhomeni kuso.”+