2 Samuweli 23:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ke yena uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ unyana wendoda elikroti, owenza izenzo ezininzi eKabhetseli,+ waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi; kwaye yena mhla ngekhephu wehla waza waxabela ingonyama+ phakathi emhadini wamanzi.+ 1 Kumkani 1:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 UTsadoki+ umbingeleli noNatan+ umprofeti noBhenaya+ unyana kaYehoyada namaKereti+ namaPeleti+ behla baza bamkhwelisa uSolomon kwimazi yemeyile kaKumkani uDavide,+ baza bamzisa eGihon.+ 1 Kronike 27:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Intloko yeqela lesithathu labakhonzi kweyesithathu inyanga yayinguBhenaya+ unyana kaYehoyada+ umbingeleli oyintloko, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.
20 Ke yena uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ unyana wendoda elikroti, owenza izenzo ezininzi eKabhetseli,+ waxabela oonyana ababini baka-Ariyeli wakwaMowabhi; kwaye yena mhla ngekhephu wehla waza waxabela ingonyama+ phakathi emhadini wamanzi.+
38 UTsadoki+ umbingeleli noNatan+ umprofeti noBhenaya+ unyana kaYehoyada namaKereti+ namaPeleti+ behla baza bamkhwelisa uSolomon kwimazi yemeyile kaKumkani uDavide,+ baza bamzisa eGihon.+
5 Intloko yeqela lesithathu labakhonzi kweyesithathu inyanga yayinguBhenaya+ unyana kaYehoyada+ umbingeleli oyintloko, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.