2 Samuweli 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 UBhenaya+ unyana kaYehoyada wayephethe amaKereti+ namaPeleti.+ Ke bona oonyana bakaDavide, baba ngababingeleli.+ 2 Samuweli 20:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ke uYowabhi wayephezu komkhosi+ wonke wakwaSirayeli; uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephezu kwamaKereti+ naphezu kwamaPeleti.+ 1 Kumkani 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke yena uTsadoki+ umbingeleli noBhenaya+ unyana kaYehoyada noNatan+ umprofeti noShimeyi+ noReyi namadoda anamandla+ awayengakaDavide, abazange bazibandakanye+ noAdoniya. 1 Kumkani 2:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Waza uKumkani uSolomon waxelelwa oku: “UYowabhi usabele ententeni kaYehova, kwaye nanko ecaleni kwesibingelelo.” Ngoko uSolomon wathumela uBhenaya unyana kaYehoyada, esithi: “Hamba, uye kumhlasela!”+ 1 Kronike 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 UBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephethe amaKereti+ namaPeleti;+ oonyana bakaDavide babesesikhundleni sokuqala kwicala likakumkani.+
18 UBhenaya+ unyana kaYehoyada wayephethe amaKereti+ namaPeleti.+ Ke bona oonyana bakaDavide, baba ngababingeleli.+
23 Ke uYowabhi wayephezu komkhosi+ wonke wakwaSirayeli; uBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephezu kwamaKereti+ naphezu kwamaPeleti.+
8 Ke yena uTsadoki+ umbingeleli noBhenaya+ unyana kaYehoyada noNatan+ umprofeti noShimeyi+ noReyi namadoda anamandla+ awayengakaDavide, abazange bazibandakanye+ noAdoniya.
29 Waza uKumkani uSolomon waxelelwa oku: “UYowabhi usabele ententeni kaYehova, kwaye nanko ecaleni kwesibingelelo.” Ngoko uSolomon wathumela uBhenaya unyana kaYehoyada, esithi: “Hamba, uye kumhlasela!”+
17 UBhenaya+ unyana kaYehoyada+ wayephethe amaKereti+ namaPeleti;+ oonyana bakaDavide babesesikhundleni sokuqala kwicala likakumkani.+