-
1 Samuweli 21:9INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
9 Umbingeleli wathi: “Ikrele likaGoliyati+ umFilisti, owamxabelayo entilini yakwaElaha+—nali, lisongelwe engutyeni yokwaleka, emva kwe-efodi.+ Ukuba ungazithabathela lona, lithabathe, ngenxa yokuba akukho limbi apha ngaphandle kwalo.” Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Akukho linjengalo. Ndinike lona.”
-