1 Kumkani 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngalo lonke elo xesha uAdoniya+ unyana kaHagiti+ wayeziphakamisa,+ esithi: “Mna ngokwam ndiza kulawula njengokumkani!”+ Yaye wenzelwa inqwelo nabakhweli-mahashe namadoda angamashumi amahlanu awayebaleka phambi kwakhe.+
5 Ngalo lonke elo xesha uAdoniya+ unyana kaHagiti+ wayeziphakamisa,+ esithi: “Mna ngokwam ndiza kulawula njengokumkani!”+ Yaye wenzelwa inqwelo nabakhweli-mahashe namadoda angamashumi amahlanu awayebaleka phambi kwakhe.+