1 Samuweli 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kamva uSawule wathumela+ abathunywa endlwini kaDavide ukuba bayilinde nokuze abulawe kusasa;+ kodwa uMikali umfazi wakhe wamxelela uDavide, esithi: “Ukuba akuwubalekisi umphefumlo wakho ngobu busuku, ngomso uya kuba ngofileyo.” 1 Samuweli 23:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ekugqibeleni uSawule wafika kweli cala lentaba, noDavide namadoda akhe babekwelaa cala lentaba. Ngoko uDavide wakhawuleza wemka+ ngenxa kaSawule; lonke elo xesha uSawule namadoda akhe babemvingcela uDavide namadoda akhe ukuba bababambe.+ 2 Samuweli 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku uAbhisalom wathumela iintlola+ kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli, esithi: “Kamsinya nakuva isandi sesigodlo, nimele nithi, ‘UAbhisalom uye waba ngukumkani+ eHebron!’”+
11 Kamva uSawule wathumela+ abathunywa endlwini kaDavide ukuba bayilinde nokuze abulawe kusasa;+ kodwa uMikali umfazi wakhe wamxelela uDavide, esithi: “Ukuba akuwubalekisi umphefumlo wakho ngobu busuku, ngomso uya kuba ngofileyo.”
26 Ekugqibeleni uSawule wafika kweli cala lentaba, noDavide namadoda akhe babekwelaa cala lentaba. Ngoko uDavide wakhawuleza wemka+ ngenxa kaSawule; lonke elo xesha uSawule namadoda akhe babemvingcela uDavide namadoda akhe ukuba bababambe.+
10 Ke kaloku uAbhisalom wathumela iintlola+ kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli, esithi: “Kamsinya nakuva isandi sesigodlo, nimele nithi, ‘UAbhisalom uye waba ngukumkani+ eHebron!’”+