Isaya 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Andinamsindo.+ Ngubani na oya kundinika amatyholo anameva+ nokhula edabini? Ndiza kunyathela kuzo. Ndiza kuzitshisa ngaxeshanye.+ Mateyu 13:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Ngoko ke, kanye njengoko ukhula luqokelelwa luze lutshiswe ngomlilo, kuya kuba njalo ekuphelisweni kwenkqubo yezinto.+ Yohane 15:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ongahlali emanyene nam, ulahlelwa phandle njengesebe ibe uyoma; yaye abantu bayawahlanganisa loo masebe baze bawaphose emlilweni atshe.+ Hebhere 6:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kodwa ukuba uvelisa ameva nenkunzane, uyagatywa, uqalekiswe;+ uze uphelele ekutshisweni.+
4 Andinamsindo.+ Ngubani na oya kundinika amatyholo anameva+ nokhula edabini? Ndiza kunyathela kuzo. Ndiza kuzitshisa ngaxeshanye.+
40 Ngoko ke, kanye njengoko ukhula luqokelelwa luze lutshiswe ngomlilo, kuya kuba njalo ekuphelisweni kwenkqubo yezinto.+
6 Nabani na ongahlali emanyene nam, ulahlelwa phandle njengesebe ibe uyoma; yaye abantu bayawahlanganisa loo masebe baze bawaphose emlilweni atshe.+